Umntwana usweleke emva kokuba i-ambulensi ingafiki kwangethuba

Ukusweleka kuka-Omikuye Jozana, owayeneenyanga ezisibhozo kuphela ubudala, kuqaqambisa iintanda ezinzulu kwinkqubo yezempilo yoluntu. Peter Luhanga Umgangatho wokhathalelo kwinkqubo yezempilo yephondo uphakanyiswa ngumama waseDunoon owasweleka intombi yakhe eneenyanga ezisibhozo ubudala emva kokulinda iiyure ezingaphezulu kwesibhozo i-ambulensi. Umntwana kaSomila Jozanas uOmikuye ongoyena mncinane kwabane usweleke emva kokusiwa kwiZiko lezeMpilo loLuntu laseDunoon ngomhla we-19 kuFebruwari, kwaye ufuna ukuba […]
Baby dies after ambulance fails to arrive in time

The death of Omikuye Jozana, just eight months old, highlights deep cracks in a strained public health system Peter Luhanga The quality of care in the province’s health system is being raised by a Dunoon mother whose eight-month-old daughter died after waiting more than eight hours for an ambulance. Somila Jozana’s child Omikuye – the […]
Motorsport legend Adrian Pheiffer dies

Pheiffer was honoured with numerous awards for his contribution to motorsport in the Western Cape, and for his work as a motoring journalist If it weren’t for Pheiffer, Killarney would not exist Motorsport legend Adrian Pheiffer, who co-founded the Western Province Motor Club and rescued the Killarney International Raceway from almost certain closure in 1965, had died at […]
Iphondo libhiyozela iKrisimesi kunye neentsana zoNyaka oMtsha

IDunoon ifumana isabelo sayo seentsana ezine zeKrisimesi kwabali-188 kweli phondo INTATHELI YETHU Abanye abazali baseNtshona Koloni bebenemibhiyozo kabini yeeholide njengoko bebesamkela iintsana zabo ezisandul’ ukuzalwa kwihlabathi ngeKrisimesi nangoSuku loNyaka oMtsha. Iintsana ezizalwa ngeKrisimesi zilikhulu elinamashumi asibhozo anesibhozo (188) kumaziko ezempilo ephondo, zaze zayi-192 ngoSuku loNyaka oMtsha. Kwaba, abantwana abane beKrisimesi bazalelwa kwiZiko lezeMpilo laseDunoon kwaye abantwana […]
Province celebrates Christmas and New Year’s babies

Dunoon gets its share of four Christmas babies out of 188 in the province Some Western Cape parents had double holiday celebrations as they welcomed their newborn babies to the world on Christmas and on New Year’s Day. There were 188 babies born on Christmas at provincial health facilities, and 192 on New Year’s Day. Of […]
Man burnt to death in Siyahlala, hundreds homeless in Nkanini

No fatalities as more than 100 homes razed in Nkanini but man dies when his shack catches fire in Siyahlala A week after a blaze destroyed 106 shacks in Dunoon’s Nkanini informal settlement, leaving 233 people homeless on New Year’s Eve, another blaze in Siyahlala informal settlement Section B resulted in the death of a […]
Enye i-Postbank “glitch” ilibazisa ukuhlawulwa kwegranti yezentlalo kaJanuwari

Size ePosini bathi akukho mali” NgoLwesihlanu, i-Postbank ivume ukuba kukho ingxaki ethintele abantu abaninzi abafumana inkxaso-mali ukuba bafikelele kwiintlawulo zabo zikaJanuwari ka-2023. Ibhanki yasePost ithi lo mba usonjululwe. Kodwa iGroundUp ityelele isebe leentlawulo zaseKapa ngoLwesibini kwaye yafumanisa ukuba abaxhamli abaninzi abakahlawulwa. Esi sisihlandlo sesibini kwisithuba esingangenyanga “ingxaki yenkqubo” enkulu kwiBhanki yasePost ishiya abaxhamli besibonelelo beneepokotho ezingenanto. […]
Ukhwele ebhayisekileni wazidalela ithuba lentsebenzo

Emva kokufumana amanqaku aphantsi kunyaka wakhe wokuqala kwizifundo zobuntatheli kwiYunivesithi iRhodes, iinzame zikaYandisa Mbhadeko oneminyaka engama-22 ubudala zokuphinda afake isicelo soncedo lwemali kwiNational Student Financial Aid Scheme (NSFAS) ngo-2020 zakhatywa. Ngenxa yokungafumani mathuba emisebenzi kwidolophu azalelwa kuyo eMthatha eMpuma Koloni, uMbhadeko ufike eKapa ezokufuna umsebenzi, enethemba lokonga imali eyaneleyo yokuxhasa amabhongo akhe obuntatheli. Emva kokufika […]
Youth cycle into green delivery jobs

New last-mile delivery venture gets 100 youths on their feet Jobs provided for young people from Atlantis, Dunoon, and Joe Slovo After getting poor marks during his first year journalism studies at Rhodes University, 22-year-old Yandisa Mbhadeko’s attempt to reapply for financial aid from the National Student Financial Aid Scheme (NSFAS) in 2020 was rejected. With no […]
Eight left homeless in separate fire

One person died in a fire in Dunoon’s Siyahlala informal settlement on Wednesday 7 December which destroyed 11 shacks and left 21 people homeless, including mothers and children. The 33-year-old man who burnt to death was a tenant in Mzoxolo Rala’s five-room shack. Rala said he arrived home from the Eastern Cape on Thursday to […]