Peter Luhanga - November 19, 2022
Iindawo zokuhlala ematyotyombeni zishiyeke zonakele ngenxa yesaqhwithi INTATHELI YETHU Ingxolo yokuwa kwewodrophu ivuse ixhegwazana elineminyaka engama-70 ubudala uThizina Sidamba nosapho lwakhe ngoMvulo kusasa njengoko ityotyombe...
Inkudla ithi umtyholwa unobungozi ekuhlaleni, angabuchitha ubungqina kwaye agqogqise amangqina. Sandiso Phaliso Inkundla kamantyi yase Athlone isikhabile isicelo sokuba uAsiphe Sosanti axoxe ityala engaohandle, emveni...
INTATHELI YETHU Umgama wokubhala ibhayibheli uphunyuweziwe emveni kokuba inhayibhile ebhalwe ngesixhosa ithunyulwe ukuba mayipapashwe. Pan South African Language Board badibene ne Bible Society yalapha eMzantsi...
Imizila yamanzi yezindlu, ukukhula kooGobityholo kunye nezantyala-ntyala zemvula zishiya abahlali bengxunguphele. INTATHELI YETHU Udonga lwesamente, ebekufanele lukhusela kwimvula ezinkulu, lushiya umnyango wendlu luvalekile kwindlela iSilverleaf...
Abathengisi ababini badutyulwe balimala eWitsand, eAtlantis, kwiveki ephelileyo, kwisehlo amapolisa athi sinxulumene nokuphanga, hayi nesinye isiganeko esahlukileyo sokunyanzeliswa kwentlawulo yokhuseleko esiqale emva kokuba iileta ezisongela...
Igosa lophando lityhola ukuba umtyholwa wasebenzisana nomnye kudubulo olubulale uLazola Gungxe Sandiso Phaliso Ngexesha lesicelo sakhe sebheyile phambi kweNkundla kaMantyi yase-Athlone Magistrates’ Court ngomhla we-10...
Umkhankasi woluntu onamava uyibuthe ngobunjalo bayo iWadi 104 njengoko i-African National Congress isagcine iDunoon Ward egcwele mba. Intatheli yethu • I-ANC ifumene amanqaku angange-47.30 zeevoti....
Isixeko sithi eli nyathelo alikho lokugxotha abantu, kodwa lifunyenwe ngenjongo yokuthintela abantu ukuba bazinze kwindawo engakhuselekanga. UPeter Luhanga • Isaziso senkundla esincanyathiselwe kwizindlu zethutyana siyalela...
Ngokusilela kwezindlu ezingama-600,000 kwaye urhulumente ubonelela kuphela ngama-2,500 ngonyaka, kukho indima edlalwa licandelo labucala. Steve Kretzmann Nangona iKapa lingabanga ngokufanelekileyo ukuba lingoyena masipala uphambili ekuboneleleni...
Amapolisa kunye namagosa ezendlela ajonga inkitha yezithuthi njengoko abasemagunyeni bezama ukunqanda abaqhubi beeteksi abakhohlakeleyo emva kobundlobongela kunye nokoyikisa uluntu. Intatheli yethu Iphulo lokuthotyelwa komthetho elijolise...
Iintsapho zodonga lwasemda zisashiye amakhaya kwaye zithe saa emva kokutsha kwetyotyombe Peter Luhanga Emva komlilo kwiiveki ezintandathu ezidlulileyo, iintsapho ezingama-28 ezisuka kumatyotyombe aseDoornbach azikabinayo indawo...
Unogada obhinqileyo phakathi kwamaxhoba njengoko ukubulawa kwabantu kubangela uloyiko lokunyuka kobundlobongela eMilnerton Peter Luhanga Kule mpelaveki kubhubhe abantu abahlanu kwiziganeko ezahlukeneyo zokudubulana eDunoon, ze indoda...







