Peter Luhanga - April 28, 2026

INTATHELI YETHU

Umgama wokubhala ibhayibheli uphunyuweziwe emveni kokuba inhayibhile ebhalwe ngesixhosa ithunyulwe ukuba mayipapashwe. 

Pan South African Language Board badibene ne Bible Society yalapha eMzantsi Africa ukuphumeza ukubhalwa kwe bhayibhile ngesixhosa ngomhla wamashumi anesithandathu kwinyanga kaTshazimpunzi ethe yathunyelwa ukuba ipapashwe.

Lento yenye yenxalenye ukuba amalwimi ohlukeneyo weli loMzantsi Afrika wonke Abe nesidima nesithozela njengamanye amalwimi olushumi elinanye, apho bekugxininiswa ngendlela ebhalwe ngayo.

Ziphume ngobunzinzi ke inzululwazi zalapha eMzantsi Africa ukuvebisa nokuqononondisa indlela ebhalwe ngayo. 

Le ncwadi yebhayibhile ilindeleke ukuba ithandwe ngabantu nabo bayifundayo njengoba isaziwa ukuba iyaliphuhlisa Ubuntu kwaye ibonakalisa ukuba ulwimi lwesi Xhosa nalo lelimye lwamalwimi alapha eMzantsi Afrika.

Share this:

Leave a Reply

Your email address will not be published. Required fields are marked *