Woman’s death in Dunoon shack: police confirm man cleared

Peter Luhanga The death of a woman in Newlands informal settlement, Dunoon, remains under inquest as police await toxicology results, with officers confirming that a man previously scrutinised has now been cleared. Table View police spokesperson Captain Adriana Chandler told Iliso Labantu News on Monday 8 September that the official autopsy and toxicology reports could take months […]

Ukusweleka kwenina eDunoon: amapolisa athe indoda engumsolwa ayinatyala 

The deceased woman standing in front of a yellow zinc wall.

Peter Luhanga Ukubhubha kowasetyhini kumatyotyombe aseNewlands, eDunoon, kusephantsi kophando nanjengoko amapolisa elindele iziphumo zetyhefu, namagosa aqinisekisa ukuba indoda ebikhe yagocagocwa isusiwe ngoku.  Isithethi samapolisa aseTable View uKapteni Adriana Chandler uxelele Iliso Labantu News ngoMvulo umhla we 8- kweyoMsintsi ukuba iingxelo ezisemthethweni zophononongo lwesidumbu kunye ne-toxicology zingathatha iinyanga ukuba zigqitywe kwaye zingekagqitywa.  Uthe indoda ebirhanelwa kuqala […]

Balinde ukubuya kukanxele ababethenjiswe  izindlu eziyi-1,400 eDunoon

Izigidi zachitha, iminyaka emihlanu yachithwa, kwaye iintsapho zakwaDunoon zisabambekile ematyotyombeni  Peter Luhanga Iintsapho zaseDunoon zisaxinene kumatyotyombe ngelixa iprojekthi yolwakhiwo lwezindlu eyathenjiswa kwiminyaka emihlanu eyadlulayo iqokelela uthuli.   Iqumrhu laseKillarney Gardens, elilungiselelwe ukwakha amakhaya ayi-1,400, alikatholi nasinye isitena sokwakha. Eli cebo lasungulwe ngomnyaka ka2020 ngowayesakuba nguMphathiswa wezokuHlaliswa koLuntu uLindiwe Sisulu, lijonge ukuthomalalisa ingxinano kule lokishi.  NgoJanyuwari 2024, […]

1,400 Dunoon homes promised but none built

Millions spent, five years wasted, and Dunoon families still stuck in shacks Peter Luhanga Dunoon families are still crammed into shacks while a housing project promised five years ago gathers dust.  The Killarney Gardens scheme, meant to build 1,400 homes, hasn’t delivered a single brick. Launched with fanfare in 2020 by former Minister of Human […]

Dog set on job seeker during week-long demonstration

Demonstrators say construction company broke promise to hire local subcontractors Peter Luhanga  What started as a peaceful demonstration over broken job promises at a construction site turned ugly when a guard dog was allegedly set on a protester. The week-long demonstration began on 11 August and carried on until 19 August, but on Thursday the […]

Ukuphuphuma kwedama eDunoon kukhukhulise amatyotyombe 

Izandyondyo zemvula zigaleleke ematyotyombenni Ekuphumuleni naseBekhela, ichaphazele abantu abakumakhulu amane namashumi asibhozo. Peter Luhanga  Bamalunga namakhulu amane anamashumi asibhozo (480) amakhaya abo athe aphuphuma amanzi ngethuba idami elisemva kweholo likamasipala waseDunoon liphuphuma kumatyotyombe asekuphumuleni naseBekhela emva kwemvula ebina ngamandla ekuqaleni kweveki ephelileyo. La manzi anevumba elibi nawo abaphazamise abafundi xa besiya esikolweni. Le mvula, eqale […]

Dam overflow in Dunoon floods informal settlements

Heavy rain flooded shacks in Ekhuphumuleni and Bekhela informal settlements, affecting 480 people Peter Luhanga  About 480 people had their homes flooded when a dam behind Dunoon municipal hall overflowed into Ikhuphumuleni and Bekhela informal settlements after heavy rain early last week. The foul-smelling water also disrupted learners on their way to school. The rain, […]

Owasetyhini usweleke kwityotyombe eDunoon emva kokusela iOld-buck gin 

Amabango odlwengulo nokubulala akanasiseko Peter Luhanga  Owasetyhini uye wabhubha kwityotyombe laseNewlands eDunoon emva kokutyholwa ngokusela ijini iOld Buck eyayithengwe kwishibhini yasekuhlaleni.  Ukusweleka kowasetyhini ngoMvulo we-4 ka-Agasti kwabangela ukuba kubhalwe kuFacebook besithi udlwengulwe kwaye wakrwitshwa, kwabelwana kaninzi kumaqela oluntu.  Kodwa amapolisa awachithile la mabango ngelithi akanasihlahla, isithethi samapolisa aseTable View uKapteni Adriana Chandler esithi amapolisa awafumananga […]

Woman dies in Dunoon shack after drinking gin

The deceased woman standing in front of a yellow zinc wall.

Claims of rape and murder have no basis Peter Luhanga  A woman collapsed and died in a shack in Newlands informal settlement in Dunoon after allegedly drinking Old Buck gin purchased from a local shebeen.  The woman’s death on Monday 4 August triggered Facebook posts claiming she had been raped and strangled, shared multiple times […]

Atlantis teens code their way into the future!

Staff Reporter A group of 14 bright sparks from Proteus Technical High School in Atlantis have wrapped up a high-tech crash course in coding, robotics and data science thanks to a cutting-edge skills drive by West Coast College. The two-week training bootcamp, held at the college’s Atlantis campus, was backed by BankSETA and the Western […]