Indoda enentliziyo elihlwili ihamba umgama oziikhilomitha ezingama-750 ukuya kunceda amadoda alwa neziyobisi 

Uhambo oludumileyo lukaZolani Zondanis olusuka eGqeberha ukuya eKapa luphumelele iintliziyo kwaye lunyusele amawaka kumbutho wakhe ongajonganga ngeniso.  Peter Luhanga Ekhuthazwe kukukhumbula umninawa wakhe owabhubha emva kokusokola kusetyenziswa iziyobisi, uZolani Zondani uhambe umgama oziikhilomitha ezingamakhulu asixhenxe anamashumi amahlanu ukusuka eGqeberha ukuya eKapa eyokuqokelela imali yombutho ongajonganga ngeniso awawusekayo ukuxhasa abafana abajongene nengxaki yokungazinzi kunye nempilo yengqondo.   […]

Heartbroken brother walks 750km to help men battling drug addiction

Zolani Zondani’s epic trek from Gqeberha to Cape Town wins hearts and raises thousands for his non-profit organisation Peter Luhanga  Motivated by the memory of his brother who died after struggling with substance abuse, Zolani Zondani walked 750 kilometres from Gqeberha to Cape Town to raise money for a non-profit organisation he founded to support […]

Winter floods hit Cape Town’s informal settlements

Sewage-smelling floodwaters and winter chill take toll on families in Dunoon Limited municipal services worsen crisis Peter Luhanga  Hundreds of residents of DuNoon informal settlement outside Cape Town battled to protect their homes from being swamped this week after heavy winter rains caused widespread flooding. Other informal settlements in the City of Cape Town affected […]

Abafundi baseDunoon naseJoe Slovo bahamba phakathi kwamagorha enkululeko 

Abafundi abangamashumi amathandathu bandwendwele iLong March to Freedom  eCentury City ukuze badibanise izifundo zeklasi kunye nembali engapheliyo yesizwe yomzabalazo nethemba.  Ayabonga Tsala Iqela labafundi abangama-60 baseDunoon naseJoe Slovo Park bachithe imini bekhangela imbali yoMzantsi Afrika yenkululeko kumboniso weCentury City obizwa ngokuba yiLong March to Freedom, uhambo lokufunda oluququzelelwe ngamapolisa aseMilnerton ukukhuthaza ukuzingca, ukufun’ ukwazi, kunye nokuqonda inkululeko […]

Pupils from Dunoon and Joe Slovo walk among heroes of freedom

Sixty pupils visited Century City  Long March to Freedom to connect classroom lessons with the nation’s enduring history of struggle and hope. Ayabonga Tsala A group of 60 pupils from Dunoon and Joe Slovo Park spent the day tracing South Africa’s history of liberation at Century City’s Long March to Freedom exhibition, a learning trip organised […]

Umntwana oneminyaka emithandathu ubudala ubanjwe ngumbane ngelixa eyothenga i-ice cream 

IsiXeko kunye noEskom banxunguphele ngelixa iintsapho zingcwaba abantwana bazo  Peter Luhanga Uvuyo lokuthenga i-ice cream luye lwaba luloyiko xa umntwana oneminyaka emithandathu ubudala ebulawa ngumbane emva kokuba ebambe intsimbi enombane kumnyango wevenkile yosapho e-Ekupholeni, eDunoon, ngoLwesithathu umhla we-8 kweyeDwarha.  Abamelwane bathi babambe amaplanga ukuze bokhuphe inkwenkwana kwintsimbi yombane, emva koko bayibalekisela kwiZiko lezeMpilo laseDunoon, kodwa […]

Six-year-old electrocuted while buying ice cream

City and Eskom dither while families bury their children Peter Luhanga The joy of buying ice cream turned to horror when a six-year-old was fatally electrocuted after touching a live metal burglar bar at the entrance of a family tuck shop in Ekupholeni informal settlement, Dunoon, on Wednesday 8 October. Neighbours said they grabbed wooden […]

With no help in sight, Ekupholeni residents build brick homes for themselves

Tired of rats, fires and broken promises, families in a Dunoon informal settlement have risked building with brick and mortar Peter Luhanga Alex Kolotla, 45, paid R600 rent and R200 for electricity to live with his wife and children in a cramped backyard shack in Dunoon’s Section 31. For years he endured the cold wind […]

Zama Educare offers toddlers a space in crowded Dunoon

Thulani Bashe says she wants to teach children and not just babysit them Iva Fulepu From the street, the modest building in Dunoon, Cape Town, is nondescript, with only a small sign outside. But inside, children are singing counting songs and the smell of a home-cooked meal comes from the kitchen, where the cook is […]

Witsand residents press Premier Winde over years of darkness and poor services

Babalo Mbulwana  For years residents of Witsand have lived in darkness, their streets without lights and their appeals unanswered. On 4 September Premier Alan Winde, joined by provincial ministers and City of Cape Town representatives, attended an Open Government Session in Atlantis. Residents told him they were tired of delays and wanted interventions without further […]