Umntwana oneminyaka emithandathu ubudala ubanjwe ngumbane ngelixa eyothenga i-ice cream 

IsiXeko kunye noEskom banxunguphele ngelixa iintsapho zingcwaba abantwana bazo  Peter Luhanga Uvuyo lokuthenga i-ice cream luye lwaba luloyiko xa umntwana oneminyaka emithandathu ubudala ebulawa ngumbane emva kokuba ebambe intsimbi enombane kumnyango wevenkile yosapho e-Ekupholeni, eDunoon, ngoLwesithathu umhla we-8 kweyeDwarha.  Abamelwane bathi babambe amaplanga ukuze bokhuphe inkwenkwana kwintsimbi yombane, emva koko bayibalekisela kwiZiko lezeMpilo laseDunoon, kodwa […]

Six-year-old electrocuted while buying ice cream

City and Eskom dither while families bury their children Peter Luhanga The joy of buying ice cream turned to horror when a six-year-old was fatally electrocuted after touching a live metal burglar bar at the entrance of a family tuck shop in Ekupholeni informal settlement, Dunoon, on Wednesday 8 October. Neighbours said they grabbed wooden […]

Ngaphandle koncedo, abahlali baseKupholeni bazakhela izindlu zezitena 

Ukudinwa ziimpuku, imililo kunye nezithembiso ezaphulwayo, iintsapho kumatyotyombe aseDunon zibeke emngciphekweni wokwakha ngezitena nodaka. Peter Luhanga U-Alex Kolotla, 45, uhlawule i-R600 yerenti kunye ne-R200 yombane wokuhlala nenkosikazi yakhe nabantwana kwityotyombe elixineneyo elingasemva kweyadi eDunoons Section 31.  Kangangeminyaka ebenyamezele umoya obandayo ovuthuza ezinkini, ukuntyiloza kweempuku ebumnyameni, isoyikiso sokutsha kwamatyotyombe, kunye nokuhlazeka komnini-ndlu xa ekhupha i-DP ngaphakathi.  […]

With no help in sight, Ekupholeni residents build brick homes for themselves

Tired of rats, fires and broken promises, families in a Dunoon informal settlement have risked building with brick and mortar Peter Luhanga Alex Kolotla, 45, paid R600 rent and R200 for electricity to live with his wife and children in a cramped backyard shack in Dunoon’s Section 31. For years he endured the cold wind […]

Woman’s death in Dunoon shack: police confirm man cleared

Peter Luhanga The death of a woman in Newlands informal settlement, Dunoon, remains under inquest as police await toxicology results, with officers confirming that a man previously scrutinised has now been cleared. Table View police spokesperson Captain Adriana Chandler told Iliso Labantu News on Monday 8 September that the official autopsy and toxicology reports could take months […]

Ukusweleka kwenina eDunoon: amapolisa athe indoda engumsolwa ayinatyala 

The deceased woman standing in front of a yellow zinc wall.

Peter Luhanga Ukubhubha kowasetyhini kumatyotyombe aseNewlands, eDunoon, kusephantsi kophando nanjengoko amapolisa elindele iziphumo zetyhefu, namagosa aqinisekisa ukuba indoda ebikhe yagocagocwa isusiwe ngoku.  Isithethi samapolisa aseTable View uKapteni Adriana Chandler uxelele Iliso Labantu News ngoMvulo umhla we 8- kweyoMsintsi ukuba iingxelo ezisemthethweni zophononongo lwesidumbu kunye ne-toxicology zingathatha iinyanga ukuba zigqitywe kwaye zingekagqitywa.  Uthe indoda ebirhanelwa kuqala […]

Balinde ukubuya kukanxele ababethenjiswe  izindlu eziyi-1,400 eDunoon

Izigidi zachitha, iminyaka emihlanu yachithwa, kwaye iintsapho zakwaDunoon zisabambekile ematyotyombeni  Peter Luhanga Iintsapho zaseDunoon zisaxinene kumatyotyombe ngelixa iprojekthi yolwakhiwo lwezindlu eyathenjiswa kwiminyaka emihlanu eyadlulayo iqokelela uthuli.   Iqumrhu laseKillarney Gardens, elilungiselelwe ukwakha amakhaya ayi-1,400, alikatholi nasinye isitena sokwakha. Eli cebo lasungulwe ngomnyaka ka2020 ngowayesakuba nguMphathiswa wezokuHlaliswa koLuntu uLindiwe Sisulu, lijonge ukuthomalalisa ingxinano kule lokishi.  NgoJanyuwari 2024, […]

1,400 Dunoon homes promised but none built

Millions spent, five years wasted, and Dunoon families still stuck in shacks Peter Luhanga Dunoon families are still crammed into shacks while a housing project promised five years ago gathers dust.  The Killarney Gardens scheme, meant to build 1,400 homes, hasn’t delivered a single brick. Launched with fanfare in 2020 by former Minister of Human […]

Dog set on job seeker during week-long demonstration

Demonstrators say construction company broke promise to hire local subcontractors Peter Luhanga  What started as a peaceful demonstration over broken job promises at a construction site turned ugly when a guard dog was allegedly set on a protester. The week-long demonstration began on 11 August and carried on until 19 August, but on Thursday the […]

Ukuphuphuma kwedama eDunoon kukhukhulise amatyotyombe 

Izandyondyo zemvula zigaleleke ematyotyombenni Ekuphumuleni naseBekhela, ichaphazele abantu abakumakhulu amane namashumi asibhozo. Peter Luhanga  Bamalunga namakhulu amane anamashumi asibhozo (480) amakhaya abo athe aphuphuma amanzi ngethuba idami elisemva kweholo likamasipala waseDunoon liphuphuma kumatyotyombe asekuphumuleni naseBekhela emva kwemvula ebina ngamandla ekuqaleni kweveki ephelileyo. La manzi anevumba elibi nawo abaphazamise abafundi xa besiya esikolweni. Le mvula, eqale […]