Isilumkiso seMozulu!

Inkonzo yeMozulu yoMzantsi Afrika ikhuphe ingcebiso ngemozulu kule mpelaveki izayo. Umphambili obandayo obonakalayo kulindeleke ukuba ufike ngoMgqibelo kwaye uqhubeke ngoMvulo (nge-27 ukuya kuma-29 kaJulayi 2024). Ngolwazi oluthe kratya ndwendwela https://bit.ly/3Lg3tHU Ingcebiso yeMozulu Uhlobo lwemozulu Imozulu enesaqhwithi Ummandla ochaphazelekayo: eNtshona naseMntla Koloni Imiyalelo yalembalelwano iyakusebenza nge-27/07/2024 ngo-00:000 ukuyotsho 29/07/2024 ngo-24:00 Ingxoxo Ingqele emandla kulindeleke ukuba ichaphazele […]
Milnerton Police probe grim trio of shootings
Dunoon and Site 5 scenes of deadly violence The Milnerton SAPS is investigating a series of chilling shooting incidents that left three men dead on Wednesday 17 July. The first two victims, both unidentified, were found with fatal gunshot wounds in Dumani Street, Dunoon. Police Western Cape spokesperson, Sergeant Wesley Twigg, stated that officers were […]
Amanzi angcolisekileyo akhukulisa amakhaya njengoko amadama ephuphumala

Abahlali baseDunoon balwa nedama eliphuphumayo Abahlali abali-172 bachatshazelwe kukunyuka kwamanzi kunye nokuphuphuma kwedama Peter Luhanga Bebonke bakwikhulu elinamashumi asixhenxe anesibini abahlali abatsala nzima ngenxa yokuphuphuma kwedama okubangelwa kukuphuphuma kwemvula yasebusika kumatyotyombe ase-Ekuphumuleni eDunoon ngaseMilnerton. Limi ngasemva kweholo kamasipala waseDunoon, idama, ngoku likumanqanaba aphezulu, lophule iindonga zalo, lathumela umlambo omnyama, ongcolisekileyo owela kumatyotyombe akufuphi. Amanzi, amdaka ngebala, […]
Hundreds of people affected as polluted dam overflows

Informal settlement flooded by filthy water At least 172 residents impacted Peter Luhanga Relentless winter rains have caused a dam near Dunoon to overflow, flooding the homes of 172 residents in Ekuphumuleni informal settlement. Situated behind the Dunoon municipal hall, the dam has breached its banks, pushing dark, polluted water into people’s homes. The murky brown […]
New classrooms for overcrowded school

Hope rises for Dunoon’s Inkwenkwezi Secondary School as WCED delivers long-awaited relief for learners and teachers Peter Luhanga After a prolonged period of overcrowded classes, Inkwenkwezi Secondary School in Dunoon celebrated the Western Cape Education Department’s delivery of 14 new classrooms on 3 July. The completion of the classrooms marks the culmination of the Western Cape Education […]
Six years later, Dunoon housing project is still years away

Mayco member cites bureaucratic challenges since the announcement of the Annandale housing project in 2018 Peter Luhanga Despite recent advancement, plans for affordable housing in Dunoon, announced by former Cape Town mayor Patricia De Lille six years ago, have encountered further delays due to ongoing bureaucratic processes. In 2018, just before her expulsion from the Democratic Alliance, de Lille announced to […]
A dream woven into reality

From township to fashion brand: Mkhanyiseli Landu’s journey to success AMBESIWE MBANA Forced to be resourceful while growing up in Samora Machel township, 24-year-old Mkhanyiseli Landu honed his entrepreneurial spirit to launch his own clothing brand, S2PHA. Having matriculated from Sophumelela High School in 2018 where he demonstrated his leadership skills by serving as a […]
Controversy surrounds skills training project

Peter Luhanga A project aimed at providing Dunoon residents with skills to secure jobs and start businesses, is facing allegations of unprofessional conduct and financial irregularities since it started opposite the Dunoon taxi rank in May. The allegations were made by students enrolled in the Cape Venture Project which opened its doors opposite the local […]
ULil Ndebi wenza amaza ngengoma yakhe entsha

Bambi bathi nguNkosi sikelela AMBESIWE MBANA UZakhe Ntshakaza nowaziwa ngokuba yiNkosi Yama Ndebele wothuse abalandeli bakhe ngengoma ayikhuphe noTallrickyworldwide enesihloko esithi, ‘Chom’. Le nkwenkwezi iqaqambayo yinzalelwana yase Mthatha eMpuma Koloni nangona efihla intloko kweli leentlanzi. Emva kokugqiba amabanga wakhe aphakamileyo uye waza kweli leentlanzi ukugqibezela imfundo enomsila. Igama ‘INkosi Yama Ndebele’ ligama awaziqambela lona waze […]
Abefundisi babamba inkonzo yomthandazo wonyulo olunoxolo

INTATHELI YETHU Ngethemba lokuqinisekisa ulonyulo olunoxolo nanjengoko imibutho yezopolitiko ikhuphisana kulo lonyulo olunokuba yimbali ngoLwesithathu, abefundisi abangamashumi amabini abaphuma kwiimvaba ngeemvaba ngeemvaba bebebambe umthandazo kwiholo yesikolo iSophakama Primary School ngoMgqibelo umhla wamashumi amabini anesihlanu kuCanzibe. Le nkonzo ibizinyaswe ngabavoti, abaphathi beeteksi abaphuma kwiDunoon Taxi Association (DTA), inkumanda yesikhululo samapolisa aseMilnerton, nabameli bombutho wezoluntu woMzantsi Afrika, […]