Umqhubi weBolt ugwetywe ngokuhlaba abantu ababini abangabasetyhini

Izityholo zonyuka zisuka kwinjongo yokwenzakalisa umzimba, ukuya kutsho ekuzameni ukubulala INTATHELI YETHU Umqhubi weBolt oneminyaka engama-39 ubudala otyholwa ngokuhlaba abakhweli ababini ababhinqileyo ngoMgqibelo umhla we-4 kuCanzibe ukuvela kwakhe okokuqala kwinkundla yamatyala kwiNkundla kaMantyi yaseKapa ngoLwesihlanu we-10 kuCanzibe. UBenedict Chitungu utyholwa ngokuhlaba uSilu Daniso (21) kunye noNolusindiso Dlangamandla (20) emva kwengxabano emva kokuba becele ukukhweliswa eMonte […]
Bolt driver charged with stabbing two female passengers

Charges escalated from intent to cause grievous bodily harm, to attempted murder Peter Luhanga The 39-year-old Bolt driver accused of stabbing two female passengers on Saturday 4 May made his first court appearance for a bail hearing in the Cape Town Magistrate Court on Friday 10 May. Benedict Chitungu is alleged to have stabbed Silu […]
isiXhosa author illuminates a Hidden Evil

Language as a Weapon of Resistance: Iviwe Mathe’s book fights against the marginalization of indigenous Cultures Ambesiwe Mbana Eastern Cape educator Iviwe Mathe has added another achievement to his growing literary repertoire with the publication of a new book written in his mother tongue, isiXhosa. This latest work represents yet another milestone in Mathe’s efforts […]
Uhlahlo-lwabiwo mali oluYilwayo lowama-2024/2025: IsiXeko saseKapa sabele i-R4.8bn yenkxaso yentlalontle.

Intatheli yethui IsiXeko saseKapa sibhengeze uhlahlo lwabiwo-mali lwaso lonyaka-mali ka-2024/25, sibeke i-R4.8 yeebhiliyoni zokuxhasa uluntu olungathathi ntweni kunye nabo badla umhlala-phantsi. Oku kuphawula ukukhula okubonakalayo kwiminyaka edlulileyo, nenkxaso efumanekayo yeSixeko kumakhaya afanelekileyo inyuke ngokuthe chu nge-R1 bhiliyoni ukusukela kunyaka-mali wama-2022/23. Abahlali bayakhunjuzwa ukuba bahlomle ngoHlahlo-lwabiwo-mali lweSixeko lwezeMisebenzi luka-2024/25, olwathi lwandlalwa kwiBhunga ngoMatshi ka-2024. Izimvo zingangeniswa […]
New SANCO leadership promises a fresh start in Witsand, Atlantis

Moses Matiso vows to prioritise infrastructure development SANCO officials stress non-political stance, emphasise community welfare Peter Luhanga A new leadership has taken the reins in Witsand, Atlantis, after the South African National Civic Organisation (SANCO) held a rigorous election during its annual general meeting on Thursday. In a packed community hall, 295 registered SANCO members from Witsand participated to elect new […]
Police officer shot dead after responding to domestic violence complaint

Deadly shooting unfolds during routine response in Mamre. Suspect killed in showdown following manhunt. Community and authorities mourn the loss of dedicated officer. Peter Luhanga In a harrowing turn of events, a police sergeant was overpowered by a suspect during a routine response to a domestic violence complaint in Mamre, and shot dead with his […]
Elections 2024: What the major political parties say about hunger

We sent questions to the ANC, DA, EFF, IFP, FF Plus, ActionSA, PA, MK Party and RISE Mzansi. The questions to the major political parties deal with food security. We asked the ANC, DA, EFF, IFP, FF Plus, ActionSA, PA, MK Party, and RISE Mzansi on 13 March and sent follow-up queries to those who […]
Abadlali bebhola ekhatywayo abagqwesileyo baya eSweden bazakufumana ithuba lokutshintsha ubomi

Abadlali abathathu bebhola ekhatywayo baseDunoon abanesiphiwo nabazinikeleyo abakhethwe ukujoyina iqela elikhethiweyo labatsha abangama-20 baseNtshona Koloni ababekelwe ukubonisa izakhono zabo phesheya kolwandle. Umqeqeshi waseDunoon ukhuthaza italente phakathi kwemingeni yaselokishini. INTANTHELI YETHU Abadlali abathathu abasebancinci bebhola ekhatywayo abanetalente baseDunoon abalolonga izakhono zabo kwipaki yabantwana engakhathalelwanga phakathi kwenkunkuma elahlwayo, bachongwe njengenxalenye yeqela labadlali abancinci abangama-20 abasuka kumaQela eBhola […]
Rising soccer stars head to Sweden for life-changing opportunity

Three talented and dedicated Dunoon soccer players chosen to join a select group of 20 Western Cape youngsters set to showcase their skills overseas. Dunoon coach fosters talent amidst township challenges. Peter Luhanga Three talented young soccer players from Dunoon who honed their skills at a neglected children’s park amid dumped garbage, have been selected as part […]
Ulonyulo luka-2024: Indlela abantu abakhubazekileyo abanokuvota ngayo

Kukho iindlela ezahlukeneyo kodwa khumbula ukufaka isicelo kwangethuba kwivoti ekhethekileyo ukuba uyayifuna. Mary-Anne Gontsana Abantu abakhubazekileyo abajongene nemingeni ekuvoteni kwabo ngokwesiko banokhetho olwahlukeneyo olufumanekayo kuNyulo Jikelele lwe-29 kaCanzibe. Iivoti ezikhethekileyo zingaphonswa kwiintsuku ezimbini phambi konyulo kwaye kukho uvoto lokundwendwela ekhaya kwakhona, kodwa kufuneka ufake isicelo phakathi komhla we-15 kuEpreli kunye nowe-3 kuMeyi. Kukwakho ne-template ye-braille […]